Thobeka,
(Yhe ha)
Thobeka
(Thobeka)
Thobeka
(Wabeth' umntwan' abantw' engenza nganto)
Ungcolile mama
(Yhe ha)
Umgqibile mama
(Thobeka)
Thobeka
(Wabeth' umntwan' abantw' engenza nganto)
Ndizomxela umama
(Yhe ha)
Ndimxelel' utata
(Thobeka)
Ungcolile
(Wabeth' umntwan' abantw' engenza nganto)
Ezi zingoma, amagwijo namaculo wesiNtu. Ziculwa emombelweni, emixhentsweni, emigidweni, emiguyweni, emingqungqweni nasemityityimbweni. Kukho namaculo aculwa ngabantwana xabedlala. Isikweko sivamile kwezingoma, kuba siyinto ethandwa kakhulu ngamaXhosa. Ezinye zichaphazela izinto ezehlela uluntu, ezinje ngoMzabalazo wabaNtsundu. Eli liphulo lokuqinisekisa ukuba iMbali yamaXhosa ayitshabalali kodwa ikunye nobuChule zizakugcinwa, zibhalelwe izizukulwana ezizayo.
Showing posts with label Ndimxelele. Show all posts
Showing posts with label Ndimxelele. Show all posts
Tuesday, 14 October 2014
Subscribe to:
Posts (Atom)