Asimbonanga
Asimbonang' uMandela thina
Laph' ekhona
Laph' ehleli khona
Asimbonanga
Asimbonang' uMandela thina
Laph' ekhona
Laph' ehleli khona
https://www.youtube.com/watch?v=BGS7SpI7obY
Ezi zingoma, amagwijo namaculo wesiNtu. Ziculwa emombelweni, emixhentsweni, emigidweni, emiguyweni, emingqungqweni nasemityityimbweni. Kukho namaculo aculwa ngabantwana xabedlala. Isikweko sivamile kwezingoma, kuba siyinto ethandwa kakhulu ngamaXhosa. Ezinye zichaphazela izinto ezehlela uluntu, ezinje ngoMzabalazo wabaNtsundu. Eli liphulo lokuqinisekisa ukuba iMbali yamaXhosa ayitshabalali kodwa ikunye nobuChule zizakugcinwa, zibhalelwe izizukulwana ezizayo.
Showing posts with label isiZulu. Show all posts
Showing posts with label isiZulu. Show all posts
Thursday, 22 September 2016
Subscribe to:
Posts (Atom)