Yhu, yhu, yhu!
Umnt' omnyama soz' andeze nto
Yhu, yhu, yhu!
Umnt' omnyama soz' andeze nto
Ndibangasil' utywala kant' ndizilolel' izembe
Yhu, yhu, yhu!
Umnt' omnyama soz' andeze nto
Yhu, yhu, yhu!
Umnt' omnyama soz' andeze nto
Ezi zingoma, amagwijo namaculo wesiNtu. Ziculwa emombelweni, emixhentsweni, emigidweni, emiguyweni, emingqungqweni nasemityityimbweni. Kukho namaculo aculwa ngabantwana xabedlala. Isikweko sivamile kwezingoma, kuba siyinto ethandwa kakhulu ngamaXhosa. Ezinye zichaphazela izinto ezehlela uluntu, ezinje ngoMzabalazo wabaNtsundu. Eli liphulo lokuqinisekisa ukuba iMbali yamaXhosa ayitshabalali kodwa ikunye nobuChule zizakugcinwa, zibhalelwe izizukulwana ezizayo.
Showing posts with label kanti. Show all posts
Showing posts with label kanti. Show all posts
Wednesday, 24 September 2014
Umnt' omnyama soz' andeze nto
Labels:
Cula,
iculo,
Ingoma,
isiXhosa,
izembe,
kant',
kanti,
Ndibangasil' utywala,
Ndibangasila,
ndizilolel' izembe,
ndizilolela,
nto,
omnyama,
soz' andeze,
Umnt' omnyama,
Umntu,
utywala,
Xhosa
Subscribe to:
Posts (Atom)