Yhu yhu, yhu yhu
(Ema'lale zintabeni asikhathali)
Yhu yhu, yhu yhu
(Noma s'lal' ezintabeni asikhathali)
Mama ndiyalunywa
(Ema'lale zintabeni asikhathali)
Mama ndiyalunywa
(Noma s'lal' ezintabeni asikhathali)
Ezi zingoma, amagwijo namaculo wesiNtu. Ziculwa emombelweni, emixhentsweni, emigidweni, emiguyweni, emingqungqweni nasemityityimbweni. Kukho namaculo aculwa ngabantwana xabedlala. Isikweko sivamile kwezingoma, kuba siyinto ethandwa kakhulu ngamaXhosa. Ezinye zichaphazela izinto ezehlela uluntu, ezinje ngoMzabalazo wabaNtsundu. Eli liphulo lokuqinisekisa ukuba iMbali yamaXhosa ayitshabalali kodwa ikunye nobuChule zizakugcinwa, zibhalelwe izizukulwana ezizayo.
Wednesday, 24 September 2014
Noma s'lal' ezintabeni asikhathali
Labels:
asikhathali,
Cula,
Emalala,
Emalale,
ezintabeni,
iculo,
Ingoma,
isiXhosa,
Mama,
ndiyalunywa,
Nokuba,
Noma,
silal',
silala,
umtyityimbo,
umxhentso,
Xhentsa,
Xhosa,
Yhu,
zintabeni
Ntomb' emhlophe
Ntomb' emhlophe, (emhlophe)
emhlotshazana
ehamb' ilala (ilala)
ezibhasini
Ndithe ndithe (ndithe)
ndithez' iinkuni
kanti zingcondo (zingcondo)
ezomtshakazana
Labels:
ehamb',
ehambi,
emhlophe,
emhlotshazana,
ezibhasini,
ilala,
lala,
mhlophe,
ntomb,
Ntomb',
ntombi
Kuyaliw' eMdantsane
Wo ha wo kuyaliw' eMdantsane
Wo ha wo [phinda]
Wo ha wo kuyaliw' eMdantsane
Wo ha wo [phinda]
Wo ha wo kuyaliw' eMdantsane (mxelelen' umama)
Wo ha wo kuyaliw' eMdantsane (mxelelen' umama)
Wo ha wo (mxelelen' utata)
Wo ha wo (ndoda yam iyand'shiya)
Wo ha wo kuyaliw' eMdantsane
Wo ha wo [phinda]
Wo ha wo kuyaliw' eMdantsane
Wo ha wo [phinda]
Labels:
Cula,
eMdantsane,
ha,
iculo,
igwijo,
Ingoma,
isiXhosa,
kuyaliw' eMdantsane,
kuyaliwa,
lilizela,
mxelelen' umama,
Mxeleleni,
tyityimba,
umama,
umngqungqo,
utata,
Wo,
Wo ha wo,
Xhosa
Umnt' omnyama soz' andeze nto
Yhu, yhu, yhu!
Umnt' omnyama soz' andeze nto
Yhu, yhu, yhu!
Umnt' omnyama soz' andeze nto
Ndibangasil' utywala kant' ndizilolel' izembe
Yhu, yhu, yhu!
Umnt' omnyama soz' andeze nto
Yhu, yhu, yhu!
Umnt' omnyama soz' andeze nto
Umnt' omnyama soz' andeze nto
Yhu, yhu, yhu!
Umnt' omnyama soz' andeze nto
Ndibangasil' utywala kant' ndizilolel' izembe
Yhu, yhu, yhu!
Umnt' omnyama soz' andeze nto
Yhu, yhu, yhu!
Umnt' omnyama soz' andeze nto
Labels:
Cula,
iculo,
Ingoma,
isiXhosa,
izembe,
kant',
kanti,
Ndibangasil' utywala,
Ndibangasila,
ndizilolel' izembe,
ndizilolela,
nto,
omnyama,
soz' andeze,
Umnt' omnyama,
Umntu,
utywala,
Xhosa
Thursday, 7 August 2014
Hay' Hay' Jolinkomo!
Jolinkomo Jolinkomo
(Hayi Hayi)
Jolinkomo, ndiyakulandela
(Hayi Hayi)
(Hayi Hayi Jolinkomo)
Jolinkomo Jolinkomo
(Hayi Hayi)
Jolinkomo ziphini teki
(Hayi Hayi)
(Hayi Hayi Jolinkomo)
Ndigqok' amaquza
Ziphini teki zam
(Hayi Hayi)
Ndigqok' amaquza
Ziphini teki
(Hayi Hayi)
(Hayi Hayi Jolinkomo)
Jolinkomo, ndiyakulandela
(Hayi Hayi)
Jolinkomo, ziphini teki
(Hayi Hayi)
(Hayi Hayi Jolinkomo)
(Hayi Hayi)
Jolinkomo, ndiyakulandela
(Hayi Hayi)
(Hayi Hayi Jolinkomo)
Jolinkomo Jolinkomo
(Hayi Hayi)
Jolinkomo ziphini teki
(Hayi Hayi)
(Hayi Hayi Jolinkomo)
Ndigqok' amaquza
Ziphini teki zam
(Hayi Hayi)
Ndigqok' amaquza
Ziphini teki
(Hayi Hayi)
(Hayi Hayi Jolinkomo)
(Hayi Hayi)
Jolinkomo, ziphini teki
(Hayi Hayi)
(Hayi Hayi Jolinkomo)
Wednesday, 6 August 2014
Ingoma: Ndibizeleni abazali bam
Ndibizeleni abazali bam
Ndibizeleni abazali bam
Ndimtyela ngokwam unodoli wam
Ndimtyela ngokwam unodoli wam
Ndibizeleni abazali bam
Ndimtyela ngokwam unodoli wam
Ndimtyela ngokwam unodoli wam
Subscribe to:
Posts (Atom)