Monday 27 April 2015

Wo ha wo kuyaliw' eMdantsane

Wo ha wo kuyaliw' eMdantsane
Wo ha wo [phinda]
Wo ha wo kuyaliw' eMdantsane 
Wo ha wo [phinda]

Wo ha wo kuyaliw' eMdantsane (mxelel' umama)

Wo ha wo (mxelel' utata)
Wo ha wo (ndoda yam iyand'shiya)
Wo ha wo kuyaliw' eMdantsane 
Wo ha wo [phinda]

Friday 24 April 2015

Majola phum' entilongweni

Ye Majola phum' entilongweni
Ndinengxakangxaka zomzi wam
Hiyho ho
Hayho hayi ndinengxakangxaka zomzi wam


Jolinkomo (Hayho hayi) Jolinkomo
Hiyho ho
Hayho hayi ndinengxakangxaka zomzi wam

Jolinkomo Jolinkomo
Ho lololo lolo (ndinengxakangxaka zomzi wam)
Hiyho ho
Hayho hayi ndinengxakangxaka zomzi wam

Qula kwedini

Qula  kwedini
Qula  kwedini
Ngawuze nazo  kwedini
Nazo kwedini kabawo


(UBrenda Fassie, uyayicula)