A- andinamali
E- epokothweni
I- ilahlekile
O- oyicho'leyo
U- unethamsanqa
Ezi zingoma, amagwijo namaculo wesiNtu. Ziculwa emombelweni, emixhentsweni, emigidweni, emiguyweni, emingqungqweni nasemityityimbweni. Kukho namaculo aculwa ngabantwana xabedlala. Isikweko sivamile kwezingoma, kuba siyinto ethandwa kakhulu ngamaXhosa. Ezinye zichaphazela izinto ezehlela uluntu, ezinje ngoMzabalazo wabaNtsundu. Eli liphulo lokuqinisekisa ukuba iMbali yamaXhosa ayitshabalali kodwa ikunye nobuChule zizakugcinwa, zibhalelwe izizukulwana ezizayo.
Showing posts with label I. Show all posts
Showing posts with label I. Show all posts
Saturday, 25 April 2015
Ingoma ka A, E, I, O, U
Labels:
A,
andinamali,
E,
epokothweni,
I,
iculo,
ilahlekile,
Ingoma,
isiXhosa,
kwa-A,
kwaA,
O. oyicho'leyo,
oyicholeyo,
u,
unethamsanqa,
Xhosa
Thursday, 2 October 2014
By shoza night to baby
Le ngoma isenokwenzeka yaqala isithi:
(NgesiNgesi)
I swore I’d love you babe,
I swore I’d love you babe,
I gave that to the sun,
The sun then threw me yonder
And yonder I became a man
And then, I grew through all that.
Akwaziwa ukuba yabangelwa yintoni ukuba ithi, (mhlawumbi yinto eseza kuchutshwa ngabanye abantu okwangoku yonwabela):
(NgesiXhosa)
Bhay shoz' alav yu bheybhi
Thu bheybhi phuth' desan
Desana phuth' deyona
De yona phuth de men
De men phuth' de phude
Themba one, two, three, four
O ne, two, three, four
Gqum tshetshe
Gqum tshetshe
Gqum!
Okanye
(NgeXhosa esixutywe nesiNgesi)
By shoza night to baby,
To baby put the sun,
The sana put the yona
The yona put the man,
The man put the, put the
themba 1,2,3,4
Okanye
(Ngelika Moshoeshoe lixutywe nelikaVitholiya)
By so by love to baby
By so by love to baby
To baby to the sa
The sea to the yona
The yona to the meh
The men phunde phunde
Subscribe to:
Posts (Atom)