A- andinamali
E- epokothweni
I- ilahlekile
O- oyicho'leyo
U- unethamsanqa
Ezi zingoma, amagwijo namaculo wesiNtu. Ziculwa emombelweni, emixhentsweni, emigidweni, emiguyweni, emingqungqweni nasemityityimbweni. Kukho namaculo aculwa ngabantwana xabedlala. Isikweko sivamile kwezingoma, kuba siyinto ethandwa kakhulu ngamaXhosa. Ezinye zichaphazela izinto ezehlela uluntu, ezinje ngoMzabalazo wabaNtsundu. Eli liphulo lokuqinisekisa ukuba iMbali yamaXhosa ayitshabalali kodwa ikunye nobuChule zizakugcinwa, zibhalelwe izizukulwana ezizayo.
Showing posts with label E. Show all posts
Showing posts with label E. Show all posts
Saturday, 25 April 2015
Ingoma ka A, E, I, O, U
Labels:
A,
andinamali,
E,
epokothweni,
I,
iculo,
ilahlekile,
Ingoma,
isiXhosa,
kwa-A,
kwaA,
O. oyicho'leyo,
oyicholeyo,
u,
unethamsanqa,
Xhosa
Subscribe to:
Posts (Atom)