Akasefishe
Uqin'sekile
Kodw' amathamb' athe vonqo, vonqo, vonqo
Akasefishe (athe vonqo)
Uqin'sekile (athe vonqo)
Kodw' amathamb' athe vonqo, vonqo, vonqo
Iyho (athe vonqo)
Iyho (athe vonqo)
Iyho iyho athe vonqo, vonqo, vonqo
Ezi zingoma, amagwijo namaculo wesiNtu. Ziculwa emombelweni, emixhentsweni, emigidweni, emiguyweni, emingqungqweni nasemityityimbweni. Kukho namaculo aculwa ngabantwana xabedlala. Isikweko sivamile kwezingoma, kuba siyinto ethandwa kakhulu ngamaXhosa. Ezinye zichaphazela izinto ezehlela uluntu, ezinje ngoMzabalazo wabaNtsundu. Eli liphulo lokuqinisekisa ukuba iMbali yamaXhosa ayitshabalali kodwa ikunye nobuChule zizakugcinwa, zibhalelwe izizukulwana ezizayo.
Showing posts with label Yomdlalo. Show all posts
Showing posts with label Yomdlalo. Show all posts
Friday, 16 September 2016
Saturday, 18 October 2014
Treyn Treyn
Treyn Treyn
(Guju Guju Guju)
Treyn Treyn
(Guju Guju Guju)
Xhegwazana phek' ipap'
Abantwana balambile
Xhegwazana phek' ipap'
Abantwana balambile
Treyn Treyn
(Guju Guju Guju)
Treyn Treyn
(Guju Guju Guju)
Phu! Kuyanuka
Phu! Kuyanuka
Treyn Treyn
(Guju Guju Guju)
Treyn Treyn
(Guju Guju Guju)
(Guju Guju Guju)
Treyn Treyn
(Guju Guju Guju)
Xhegwazana phek' ipap'
Abantwana balambile
Xhegwazana phek' ipap'
Abantwana balambile
Treyn Treyn
(Guju Guju Guju)
Treyn Treyn
(Guju Guju Guju)
Phu! Kuyanuka
Phu! Kuyanuka
Treyn Treyn
(Guju Guju Guju)
Treyn Treyn
(Guju Guju Guju)
Subscribe to:
Posts (Atom)