Akasefishe
Uqin'sekile
Kodw' amathamb' athe vonqo, vonqo, vonqo
Akasefishe (athe vonqo)
Uqin'sekile (athe vonqo)
Kodw' amathamb' athe vonqo, vonqo, vonqo
Iyho (athe vonqo)
Iyho (athe vonqo)
Iyho iyho athe vonqo, vonqo, vonqo
Ezi zingoma, amagwijo namaculo wesiNtu. Ziculwa emombelweni, emixhentsweni, emigidweni, emiguyweni, emingqungqweni nasemityityimbweni. Kukho namaculo aculwa ngabantwana xabedlala. Isikweko sivamile kwezingoma, kuba siyinto ethandwa kakhulu ngamaXhosa. Ezinye zichaphazela izinto ezehlela uluntu, ezinje ngoMzabalazo wabaNtsundu. Eli liphulo lokuqinisekisa ukuba iMbali yamaXhosa ayitshabalali kodwa ikunye nobuChule zizakugcinwa, zibhalelwe izizukulwana ezizayo.
Showing posts with label amathambo. Show all posts
Showing posts with label amathambo. Show all posts
Friday, 16 September 2016
Thursday, 2 October 2014
Phaya efishari
Phaya, phaya
Phaya efishari
Kuthengisw' intlazi
Uzulumkel' amathamb' angakuhlab' esiswini
Ibhas' kaMsuthwana
Ibiz' isheleni
Ukuy' apha eNgqushwa
Ibhampa kube kathathu
Ibesey'fikile
Makhwenkwe ndini
Alaphemgqomeni
Ashay' is'gqobhoyi
Is'gqoboyi, Is'gqoboyi
Amthath' umakhulu
Amfak' embizeni
Atsits' amafutha
Ancinda ngesonka
Satya, satya
Uz'qond'ba siyarhala
Phaya efishari
Kuthengisw' intlazi
Uzulumkel' amathamb' angakuhlab' esiswini
Ibhas' kaMsuthwana
Ibiz' isheleni
Ukuy' apha eNgqushwa
Ibhampa kube kathathu
Ibesey'fikile
Makhwenkwe ndini
Alaphemgqomeni
Ashay' is'gqobhoyi
Is'gqoboyi, Is'gqoboyi
Amthath' umakhulu
Amfak' embizeni
Atsits' amafutha
Ancinda ngesonka
Satya, satya
Uz'qond'ba siyarhala
Labels:
amathambo,
angakuhlabi,
efishari,
Efishery,
eNgqushwa,
esiswini,
ibhampa,
ibhasi,
iculo,
iintazi,
Ingoma,
intazi,
isheleni,
kathathu,
kuthengiswa,
phaya,
siXhosa,
Uzulumkele
Subscribe to:
Posts (Atom)