Isifebe
Isifebe sihlel' ekoneni
Ndiyas'biza s'yagqosha
sind'xelela amasimba
Is'shumane
Shumane, iyho,
S'shuman' iyho
S'shuman' iyho, yho, yho, yho
Ezi zingoma, amagwijo namaculo wesiNtu. Ziculwa emombelweni, emixhentsweni, emigidweni, emiguyweni, emingqungqweni nasemityityimbweni. Kukho namaculo aculwa ngabantwana xabedlala. Isikweko sivamile kwezingoma, kuba siyinto ethandwa kakhulu ngamaXhosa. Ezinye zichaphazela izinto ezehlela uluntu, ezinje ngoMzabalazo wabaNtsundu. Eli liphulo lokuqinisekisa ukuba iMbali yamaXhosa ayitshabalali kodwa ikunye nobuChule zizakugcinwa, zibhalelwe izizukulwana ezizayo.
Thursday, 2 October 2014
Isifebe
Labels:
amasimba,
Cula,
culo,
ekoneni,
Ingoma,
Isifebe,
Isishumane,
isiXhosa,
iyho,
Ndiyasibiza,
sihleli,
sind'xelela,
siyagqosha,
Xhosa
Subscribe to:
Post Comments (Atom)
No comments:
Post a Comment